IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nifanele nizitshabalalise+ ngokupheleleyo zonke iindawo apho iintlanga enihlutha amazwe azo zazibakhonzela khona oothixo bazo, ezintabeni eziphakamileyo nasezindulini naphantsi kwemithi+ yonke enabileyo.

  • Isaya 65:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ngenxa yeziphoso zabo nangenxa yeziphoso zookhokho babo ngaxeshanye,”+ utsho uYehova. “Ngenxa yokuba baqhumise imibingelelo ezintabeni, nasezindulini+ bandingcikivile,+ kanjalo ndiza kuwulinganisela umvuzo wabo okokuqala ezifubeni zabo.”+

  • Yeremiya 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+

  • Hezekile 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye ndabazisa kwilizwe+ endandiphakamise isandla sam ndibafungela ukubanika lona.+ Bathi bakubona zonke iinduli eziphakamileyo+ nayo yonke imithi eshinyeneyo ngamasebe, bandula ke babingelela apho imibingelelo yabo,+ banikela apho iminikelo yabo ecaphukisayo, bazisa apho amavumba abo athozamisayo,+ bethululela apho neminikelo yabo ethululwayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share