Yeremiya 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+ Hezekile 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Shenxisa unkontsho, uze uphakamise ususe isithsaba.+ Oku akuyi kufana.+ Beka phezulu oko kanye kuthotyiweyo,+ uze uhlise lowo kanye uphakamileyo.+
6 Ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo+ oonyana bakaZedekiya eRibhela phambi kwamehlo akhe,+ nazo zonke izidwangube zakwaYuda ukumkani waseBhabhiloni wazibulala ngogonyamelo.+
26 itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Shenxisa unkontsho, uze uphakamise ususe isithsaba.+ Oku akuyi kufana.+ Beka phezulu oko kanye kuthotyiweyo,+ uze uhlise lowo kanye uphakamileyo.+