Yeremiya 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+— Hezekile 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+ Daniyeli 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+ Luka 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.
8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—
13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+
37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+
24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.