IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi.

  • 2 Kronike 26:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngaphezu koko, u-Uziya wakha iinqaba+ eYerusalem ngakwiSango leMbombo+ nangakwiSango Lentlambo+ nangakuDonga Olungaphandle, wazenza zomelela.

  • 2 Kronike 32:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaphezu koko, waba nesibindi waza walwakha lonke udonga olwaludiliziwe+ waza waphakamisa iinqaba+ phezu kwalo, nangaphandle kolunye udonga,+ walungisa iSiganga+ sesiXeko sikaDavide, wenza imijukujelwa+ emininzi namakhaka.+

  • 2 Kronike 33:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Emva koko wakha udonga lwangaphandle+ lwesiXeko sikaDavide+ ukusa entshona yeGihon+ kwintlambo efikelela kwiSango Leentlanzi,+ yaye wazunguleza iOfeli+ waza wayenza yaphakama kakhulu. Ngapha koko, wabeka iintloko zomkhosi wamajoni kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda.+

  • INdumiso 48:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Jikelezani iZiyon, nihambahambe ngakuyo,+

      Balani iinqaba zayo.+

  • IZililo 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ookumkani bomhlaba nabo bonke abemi belizwe elinemveliso abazange bakholwe+

      Ukuba kungafika utshaba nomchasi emasangweni aseYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share