IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 20:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+ “Aye athini la madoda yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?”+ Ngoko uHezekiya wathi: “Ebevela ezweni elikude, eBhabhiloni.”

  • Isaya 39:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Emva koko uIsaya umprofeti weza kuKumkani uHezekiya waza wathi kuye:+“Aye athini na la madoda, yaye ebevela phi na ekuzeni kwawo kuwe?” Ngoko uHezekiya wathi: “Aze kum evela ezweni elikude, eBhabhiloni.”+

  • Hezekile 21:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Wena ke, nyana womntu, zimisele iindlela ezimbini ukuze lingene ngazo ikrele lokumkani waseBhabhiloni.+ Zifanele zombini ziphume kwilizwe elinye, yaye kufanele kusikwe umalathiso;+ sifanele sisikwe emantloko endlela yesixeko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share