IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yaye ndibubhekise kubo ubuso bam.+ Baphume emlilweni, kodwa umlilo uya kubaqwenga.+ Niya kwazi ukuba ndinguYehova, xa ndibhekise ubuso bam kubo.’”+

  • Hezekile 20:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Uze uthi kwihlathi lasemzantsi, ‘Live ilizwi likaYehova. Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndikutshisa ngomlilo,+ kwaye umele uqwenge kuwe wonke umthi osafumileyo nawo wonke umthi owomileyo.+ Idangatye elivuthayo aliyi kucinywa,+ yaye bonke ubuso bumele butshiswe nguwo ukususela emzantsi ukusa emntla.+

  • ISityhilelo 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kungenxa yoko le nto ziya kuza ngamini-nye izibetho+ zayo, ukufa nokuzila nendlala, yaye iya kutshiswa ngokupheleleyo ngomlilo,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo, oyigwebileyo, womelele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share