-
2 Kronike 25:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Kwathi esathetha naye ukumkani ngokukhawuleza wathi kuye: “Ngaba sakwenza umcebisi kakumkani?+ Yeka ukuze kube kuhle kuwe.+ Kutheni befanele bakuxabele?” Umprofeti wamyeka, kodwa wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyazi ukuba uThixo ugqibe ukuba akonakalise,+ ngenxa yokuba wenze oku+ ungaliphulaphulanga icebiso lam.”+
-