2 Kumkani 21:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+ 2 Kumkani 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+ Yeremiya 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+ Yeremiya 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘Ngokuqinisekileyo amehlo akho nentliziyo yakho akakho ntweni ngaphandle kwenzuzo yakho yokungekho sikweni,+ nasegazini lalowo umsulwa ukuze uliphalaze,+ nasekuqhatheni nasekuphangeni ukuze ukwenze oko.’ Hezekile 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+ Hezekile 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nibangele ukuba babe baninzi ababuleweyo benu kwesi sixeko, nezitrato zaso nizizalise ngababuleweyo.”’”+ Hoseya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+
16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+
4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+
34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+
17 ‘Ngokuqinisekileyo amehlo akho nentliziyo yakho akakho ntweni ngaphandle kwenzuzo yakho yokungekho sikweni,+ nasegazini lalowo umsulwa ukuze uliphalaze,+ nasekuqhatheni nasekuphangeni ukuze ukwenze oko.’
9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+
6 Nibangele ukuba babe baninzi ababuleweyo benu kwesi sixeko, nezitrato zaso nizizalise ngababuleweyo.”’”+
2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+