Hezekile 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ilizwi likaYehova lafika+ ngokungqalileyo kuHezekile+ unyana kaBhuzi umbingeleli kwilizwe lamaKhaledi+ ngakuMlambo iKebhare, yaye isandla sikaYehova saba phezu kwakhe apho kuloo ndawo.+ Hezekile 43:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Lwalunjengembonakalo yombono endandiwubonile,+ njengombono endandiwubonile xa ndandisiza konakalisa isixeko;+ kwakukho neembonakalo ezinjengembonakalo endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso.
3 ilizwi likaYehova lafika+ ngokungqalileyo kuHezekile+ unyana kaBhuzi umbingeleli kwilizwe lamaKhaledi+ ngakuMlambo iKebhare, yaye isandla sikaYehova saba phezu kwakhe apho kuloo ndawo.+
3 Lwalunjengembonakalo yombono endandiwubonile,+ njengombono endandiwubonile xa ndandisiza konakalisa isixeko;+ kwakukho neembonakalo ezinjengembonakalo endandiyibone ngakuMlambo iKebhare,+ ndaza ndawa ngobuso.