IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova woyinamathelisa kuwe indyikitya yokufa ade akutshabalalise ungabikho emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+

  • 2 Samuweli 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+

  • Yeremiya 14:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Xa sizila ukutya, andisiphulaphuli isikhalo saso sokubongoza;+ naxa sinikela umnikelo otshiswa kuphele nomnikelo wokudla okuziinkozo, andikholiswa siso;+ kuba ndisiphelisa ngekrele nangendlala nangendyikitya yokufa.”+

  • Amosi 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Ndathumela phakathi kwenu indyikitya yokufa ngokohlobo lwaleyo yaseYiputa.+ Ndabulala abafana benu ngekrele,+ ndathimba namahashe enu.+ Ndamana ndisenza ukuba ukunuka kakubi kweenkampu zenu kunyukele nasemathatheni enu;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share