Hezekile 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+ Hezekile 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+
13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+
20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+