IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 8:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Yena uya komelela kunene, kodwa kungabi ngokwamandla akhe.+ Uya kwenza umonakalo omkhulu,+ kwaye uya kuphumelela kuko konke akwenzayo. Okunene uya kubatshabalalisa abo banamandla, kwanabo bangcwele.+

  • Daniyeli 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndayiva indoda eyambethe ilinen, ebiphezu kwamanzi omsinga, njengoko yayiphakamisela isandla sayo sokunene nesasekhohlo emazulwini yaza yafunga+ Lowo uphila ixesha elingenammiselo, isithi:+ “Kuya kuba lixesha elimisiweyo, namaxesha amisiweyo anesiqingatha.+ Yaye kamsinya nje kwakuba kugqityiwe ukwaphulwa kwamandla abantu abangcwele,+ zonke ezi zinto ziya kuzaliseka.”

  • ISityhilelo 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Xa ebufezile ubungqina bawo, kuya kunyuka irhamncwa liphuma enzonzobileni,+ lenze imfazwe nawo, liwoyise lize liwabulale.+

  • ISityhilelo 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Lanikwa+ ukuba lenze imfazwe nabo bangcwele lize liboyise,+ lanikwa igunya phezu kwezizwe nabantu neelwimi neentlanga zonke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share