IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 19:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 UYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ekudalweni okutsha, xa uNyana womntu ehlala phantsi kwitrone yakhe ezukileyo, nina eniye nandilandela niya kuhlala kwiitrone ezilishumi elinesibini, nigweba izizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+

  • Luka 22:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 yaye ndenza umnqophiso nani, kanye njengoko uBawo enze umnqophiso+ nam, wobukumkani,+

  • ISityhilelo 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 yaye wasenza ukuba sibe bubukumkani,+ ababingeleli+ kuThixo wakhe noYise—ewe, kuye makubekho uzuko namandla ngonaphakade.+ Amen.

  • ISityhilelo 3:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Lowo woyisayo+ ndiza kumnika ukuba ahlale nam phantsi kwitrone yam,+ kwanjengoko nam ndoyisayo ndaza ndahlala phantsi+ noBawo kwitrone yakhe.+

  • ISityhilelo 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 waza wabenza baba bubukumkani+ nababingeleli+ kuThixo+ wethu, yaye baza kulawula njengookumkani+ phezu komhlaba.”

  • ISityhilelo 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndabona iitrone,+ yaye abo babehleli kuzo banikwa igunya lokugweba.+ Ewe, ndabona imiphefumlo yabo babebulewe ngezembe ngenxa yobungqina ababunikelayo ngoYesu nangenxa yokuthetha ngoThixo, nabo babengalinqulanga irhamncwa+ nomfanekiso walo+ nababengalwamkelanga uphawu ebunzini labo okanye esandleni sabo.+ Babuyela ebomini baza balawula njengookumkani+ kunye noKRISTU iminyaka eliwaka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share