1 Kumkani 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ malunga namadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Ndiye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Yaye bona bathi: “Nyuka,+ yaye uYehova uya kuyinikela esandleni sikakumkani.” Yeremiya 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+ Roma 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nangona bona bewazi ngokuzele kakuhle ummiselo wobulungisa kaThixo,+ wokuba abo baqhelisela izinto ezinjalo bafanelwe kukufa,+ abapheleli nje ekuzenzeni kodwa bakwavumelana+ nabo baziqheliselayo.
6 Ngoko ukumkani wakwaSirayeli waqokelela ndawonye abaprofeti,+ malunga namadoda angamakhulu amane, waza wathi kubo: “Ndiye na emfazweni eRamoti-giliyadi, okanye ndiyeke?” Yaye bona bathi: “Nyuka,+ yaye uYehova uya kuyinikela esandleni sikakumkani.”
31 Abaprofeti okunene baprofeta ubuxoki;+ ke bona ababingeleli, bahamba besoyisa ngokwamandla abo.+ Kwaye abantu bam bathande ngaloo ndlela;+ yaye niya kwenza ntoni na ekupheleni kwako oku?”+
32 Nangona bona bewazi ngokuzele kakuhle ummiselo wobulungisa kaThixo,+ wokuba abo baqhelisela izinto ezinjalo bafanelwe kukufa,+ abapheleli nje ekuzenzeni kodwa bakwavumelana+ nabo baziqheliselayo.