Levitikus 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+ Duteronomi 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+ 1 Kumkani 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngako oko uEliya wahamba waya kuzibonakalisa kuAhabhi, ngoxa indlala yayiqatha+ eSamariya. 2 Kumkani 4:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UElisha wabuyela eGiligali,+ yaye kwakukho indlala+ kwelo lizwe. Oonyana+ babaprofeti babehleli phambi kwakhe,+ ekuhambeni kwexesha wathi kumlindi wakhe:+ “Beka imbiza enkulu yokupheka uze uphekele oonyana babaprofeti isityu.”+
26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+
38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+
38 UElisha wabuyela eGiligali,+ yaye kwakukho indlala+ kwelo lizwe. Oonyana+ babaprofeti babehleli phambi kwakhe,+ ekuhambeni kwexesha wathi kumlindi wakhe:+ “Beka imbiza enkulu yokupheka uze uphekele oonyana babaprofeti isityu.”+