IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 11:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Khangela! Ilungisa—emhlabeni liya kuvuzwa.+ Kukangakanani na ke kongendawo nomoni!+

  • Yeremiya 25:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kuba, ndiqala phezu kwesixeko esibizwe ngegama lam ukuzisa intlekele,+ yaye ningakhululeka na nina nangayiphi na indlela ekohlwayweni?”’+

      “‘Aniyi kukhululeka ekohlwayweni, kuba ndibiza ikrele nxamnye nabo bonke abemi bomhlaba,’ utsho uYehova wemikhosi.

  • Hezekile 20:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Uze uthi kwihlathi lasemzantsi, ‘Live ilizwi likaYehova. Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndikutshisa ngomlilo,+ kwaye umele uqwenge kuwe wonke umthi osafumileyo nawo wonke umthi owomileyo.+ Idangatye elivuthayo aliyi kucinywa,+ yaye bonke ubuso bumele butshiswe nguwo ukususela emzantsi ukusa emntla.+

  • 1 Petros 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share