IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngako oko ukumkani wayalela ukuba alandwe uDaniyeli baza bamphosa emhadini weengonyama.+ Ukumkani wathi kuDaniyeli: “Wanga uThixo wakho omkhonza rhoqo, angakuhlangula.”+

  • IZenzo 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa ebudeni bobusuku ingelosi kaYehova+ yazivula iingcango zentolongo,+ yabakhupha yaza yathi:

  • IZenzo 23:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+

  • Hebhere 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Azingabo na zonke oomoya+ abasebenzela uwonke-wonke,+ abathunyelwa ukulungiselela abo baza kuzuz’ ilifa+ usindiso?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share