INdumiso 37:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Usindiso lwamalungisa luvela kuYehova;+Uyinqaba yawo ngexesha lokubandezeleka.+ INdumiso 91:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+ INdumiso 118:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndabiza uYa ndisekubandezelekeni;+UYa wandiphendula waza wandibeka kwindawo ebanzi.+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+ Isaya 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba kunokwenzeka udlule emanzini,+ ndiza kuba nawe;+ nasemilanjeni, ayiyi kukukhukulisa.+ Ukuba kunokwenzeka uhambe emlilweni, akuyi kutsha, nedangatye aliyi kukurhawula.+ 2 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+
14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+
2 Ukuba kunokwenzeka udlule emanzini,+ ndiza kuba nawe;+ nasemilanjeni, ayiyi kukukhukulisa.+ Ukuba kunokwenzeka uhambe emlilweni, akuyi kutsha, nedangatye aliyi kukurhawula.+
10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+