Iziqulatho
Juni 15, 2009
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Agasti 3-9, 2009
Yiba Nenzondelelo Ngendlu KaYehova!
IPHEPHA 7
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 31, 118
Agasti 10-16, 2009
Yiba Nenzondelelo ‘Ngemisebenzi Emihle’!
IPHEPHA 11
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 30, 181
Agasti 17-23, 2009
Thetha Inyaniso Nommelwane Wakho
IPHEPHA 16
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 192, 170
Agasti 24-30, 2009
Igosa Elithembekileyo NeQumrhu Lalo Elilawulayo
IPHEPHA 20
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 51, 114
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
Amanqaku Aza Kufundwa 1, 2 IPHEPHA 7-15
Ookumkani bakwaYuda abane baluxhasa ngenzondelelo unqulo lokwenyaniso. Yintoni esinokuyifunda kwinzondelelo yabo njengoko sikhonza uYehova? La manqaku mabini abangel’ umdla yaye ayafundisa.
Inqaku Eliza Kufundwa 3 IPHEPHA 16-20
Suku ngalunye, sijamelana neemeko ezininzi ezenza kubonakale kulula okanye ikukubonakalisa ulwazelelelo, ukubhenela ekuxokeni okanye ekukhohliseni. Kutheni amaKristu okwenyaniso efanele asixhathise isilingo sokwenza oko? Yintoni eya kukunceda kule nkalo?
Inqaku Eliza Kufundwa 4 IPHEPHA 20-24
Abakhonzi bakaThixo baluxabisa ngokwenene udidi lwekhoboka elithembekileyo neliyingqondi. Kodwa luluphi ulwalamano olunalo elo qela neQumrhu Elilawulayo? IZibhalo ziyichaza njani indlela uYehova asilungiselela ngayo ukutya kokomoya namhlanje? Sifanele sibajonge njani abo bathabathayo kwimifuziselo yeSikhumbuzo? Eli nqaku licacisa ezo nkalo.
KWAKULE NKUPHO:
Ndingambuyekeza Ngantoni Na UYehova?
IPHEPHA 3
Indlela Onokulufumana Ngayo Uvuyo Xa Ungatshatanga
IPHEPHA 25
Ukwabela Abanye Umsebenzi—Kutheni Kubalulekile Yaye Kunokwenziwa Njani?
IPHEPHA 28
IPHEPHA 32