Iziqulatho
November 8, 2000
Impilo Esemgangathweni—Inokufumaneka Njani?
Sikuqonda kakuhle ukubaluleka konyango oluqhelekileyo nolulolunye namhlanje. Ziziphi ezinye iindlela zonyango olulolunye? Yaye kutheni bebaninzi kangaka abantu abazisebenzisayo?
3 Impilo Esemgangathweni—Ngaba Kukho Utshintsho?
4 Unyango Olulolunye—Isizathu Sokuba Abaninzi Balusebenzise
6 Ukuphosa Iliso Kwiindlela Zonyango Olulolunye
18 Uhlangulo Olubangela Imincili
19 Abongikazi—Kutheni Beyimfuneko?
21 Indima Ebalulekileyo Yabongikazi
31 Imigudu Yokukhiqa IVatican KwiZizwe Ezimanyeneyo
32 Isizathu Sokuba Kubekho Ingxaki Yemilinganiselo Yokuziphatha
Ngaba Ukuvumisa Ngeenkwenkwezi Kufanele Kubulawule Ubomi Bakho? 16
Izigidi ngezigidi zifuna amacebiso ezinkwenkwezini. Ziyintoni iingozi zaloo nto?
Ukuvavanywa Kokholo EPoland 28
Kwakutheni ukuze le ndoda itshutshiswe ize ibanjwe ngokuphindaphindiweyo kumashumi eminyaka emva kweMfazwe Yehlabathi II?
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
Anatomy Improved and Illustrated, London, 1723, Bernardino Genga