Iziqulatho
July 8, 2001
Ukusetyenziswa Kakubi Kweziyobisi—Sikho Isicombululo!
Eneneni ziziphi iziyobisi eziyingozi? Kutheni abantu bekhotyokiswa zizo? Ngaba sikho isicombululo esingapheliyo kule ngxaki?
3 Iziyobisi—Ngoobani Abazisebenzisayo?
6 Iziyobisi—Kutheni Abantu Bezisebenzisa Kakubi Nje?
9 Ukusetyenziswa Kakubi Kweziyobisi—Sikho Isicombululo!
19 Ngaba Ihlabathi Liyawagqiba Amanzi?
26 Iphulo Lokufuna Amanzi Obomi
32 Uncedo Xa Umntu Omthandayo Esifa
Ngaba UThixo Uyayiva Imithandazo Yam? 12
Unokuqiniseka njani ukuba uThixo uyayiva imithandazo yakho? Unokusondela njani kuThixo?
Ingingqi Ekhethekileyo Yeentyatyambo 15
Ingingqi yeFynbos eMzantsi Afrika izaliswe ngamawakawaka eendidi zeentyatyambo ezingekho kwenye indawo ehlabathini.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
Nigel Dennis