Iziqulatho
Septemba 2007
Ngaba Iintlekele Zemvelo Zibangela NguThixo?
Abantu abaninzi bacinga ukuba iinyikima, imozulu embi nezinye iintlekele zemvelo zibangelwa nguThixo. Noko ke, iBhayibhile inenkcazelo eyahlukileyo.
3 Zaphul’ intliziyo, Ziphelis’ ukholo
4 Ngaba Iintlekele Zembelo Zibangelwa NguThixo?
8 Ziza Kuphela Iintlekele Kungekudala
12 Amaqula Okubhaptiza—Isithethe Esabhangayo
15 Khawuze Kubethwa Ngumoya EVanuatu
22 Izimvo Zabafundi BakaVukani!
23 Iziqhamo Zasehlathini Ezifumaneka Simahla
26 Ngaba Intliziyo Echwayitileyo Inokuyiphucula Impilo Yakho?
27 Ukuqaqanjelwa Lizinyo—Eyona Nto Yakha Yabuhlungu
30 “Igalelo Elibalulekileyo Kwinzululwazi Yezonyango”
32 “Akwaba Wonke Umntu Ebenokuyifunda!”
Ngaba Ukuthintela Inzala Kuphosakele? 10
Ngaba iBhayibhile inikela ulwalathiso kubantu abatshatileyo kumba wokuthintela inzala?
Ndiphakathi Kwezithethe Ezahlukeneyo—Ndimele Ndenze Ntoni? 18
Luluphi ucelomngeni ulutsha olujamelana nalo xa iintsapho zalo zifudukela kwilizwe lasemzini?