IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 7/08 iphe. 1-2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • Vukani!—2008
  • Amanqaku Afanayo
  • Kutheni Kuthandwa Kangaka Ukusebenzelana Nemimoya?
    Vukani!—2000
  • Iziqulatho
    Vukani!—2000
  • Ukukhafula UThixo Ukujonga Njani?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
  • Isizathu Sokuba Ufanele Ukulumkele Ukusebenzelana Nemimoya
    Vukani!—2008
Khangela Okunye
Vukani!—2008
g 7/08 iphe. 1-2

Iziqulatho

Julayi 2008

Unokwenza Njani Ukuze Umtshato Wakho Uphumelele?

Abantu abaninzi bonwabile emtshatweni kodwa maxa wambi kubakho iingxaki. Ngoko unokwenza njani ukuze uhlale wonwabile emtshatweni? IBhayibhile inamacebiso aluncedo.

3 Iingxaki Zomtshato

4 Yintoni Enokubangela Ingxaki?

6 Indlela Yokuphumelela Emtshatweni

12 Ngaba Izizukulwana Ezilandelayo Ziya Kukwazi Ukuphila Emhlabeni?

18 Funda Ngesilwanyana Ekuthiwa YiCoati

19 Abantu Abaselula Bayabuza

Yintoni Endinokuyenza Ukuze Ndimkhonze Ngokonwaba UThixo?

22 Ukutya KwaseThailand

24 Iimfikimfelana Zobutyebi BaseNiihau

26 Ngaba Kwadalwa?

Ukukwazi Ukungcamla

27 Ubomi Bomntu Oyialbhino

30 Okwenzeka Ehlabathini

31 Ubuya Kuphendula Uthini?

32 “Iyamangalisa!”

Isizathu Sokuba Ufanele Ukulumkele Ukusebenzelana Nemimoya 10

Kuba benomdla wokwazi yonk’ into, abantu abaninzi babandakanyeka kwiintlobo ezahlukahlukeneyo zokusebenzelana nemimoya. Yintoni ingozi yoko? UThixo ukujonga njani ukusebenzelana nemimoya?

Imijelo YaseBritani—Isawuchukumisa Umxhelo Nanamhla Oku 13

Le mijelo yenkulungwane ye-19, eyayikade ingakhathalelwanga, iye yahlaziywa yaye ngoku ithandwa kakhulu ngabakhenkethi.

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]

Courtesy of British Waterways

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share