Iziqulatho
Agasti 2008
Ubushushu Bomhlaba Obugqithiseleyo—Ngaba Umhlaba Usengozini?
Iingxelo zisixelela ukuba, ukuba asenzi nto ngokukhawuleza, ubushushu bomhlaba bunokwenza imozulu itshintshe ngendlela ephawulekayo kuze oko kusenzakalise, konakalise nemeko-bume. Ngaba simele sikhathazeke? Siza kuxubusha ngako oku.
3 Ngaba Oku Kubonisa Ukuba Sisengozini?
8 Ikamva Lomhlaba—Lixhomekeke Kubani?
10 Izinto Ezimangalisayo Ngombona
22 Isikhalo Sentshontsho Legorila
29 “Siyanibulela Ngokuthanda Kwenu Abantu”
32 Into Enokukunceda Xa Usentlungwini Yokufelwa
Uthando Olunamandla Kunenkanyamba! 16
Khawufunde ngendlela iintlekele zemvelo eziye zabachaphazela ngayo abantu, kungekhona amaxhoba azo, kodwa abo baye benza konke okusemandleni abo ukunceda.
Ngaba Sifanele Sisebenzise Imifanekiso Xa Sinqula UThixo? 20
Izigidi zabantu zinqula imifanekiso. UMdali ukujonga njani oku?
[Umfanekiso okwiphepha 2]
Imbalela eOstreliya
[Umfanekiso okwiphepha 2]
Izikhukula eTuvalu
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 2]
COVER: © Ingrid Visser/SeaPics.com; page 2: Australia: Photo by Jonathan Wood/Getty Images; Tuvalu: Gary Braasch/ZUMA Press