Iziqulatho
Aprili 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
INQAKU ELINGUMXHOLO: Isiphelo Sokubethwa Kwabafazi Ngamadoda Abo 8-11
16 Ngena KwiWebhsayithi Yethu Ngokukhawuleza!
FUNDA AMANYE AMANQAKU
ABAFIKISAYO
ULUTSHA LUYABUZA . . .
Ndifanele Ndenze Ntoni Xa Abanye Abantwana Bendixhaphaza?
UCeline oneminyaka engama-20 ubudala uthi: “Andisoze ndizilibale izinto ababezithetha kunye namagama ababendibiza ngawo. Babendenza ndizive ndisisibhanxa nje ekungekho yaso. Ngekwakubhetele nokuba babesuke bandiqhwaba ngempama.” Eli nqaku elifumaneka kwiWebhsayithi yethu liphendula imibuzo enjengethi: Kutheni abantwana bexhaphaza abanye nje? Ngoobani abadla ngokuba zizisulu zokuxhatshazwa? Yintoni onokuyenza xa uxhatshazwa?
(Khangela phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE/ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Sebenzisa izinto zokufundisa ukuze uncede abantwana bakho babazi bhetele abantu ekuthethwe ngabo eBhayibhileni kunye nendlela yokuziphatha.
(Khangela phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE/ABANTWANA)