Eksodus 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+ Eksodus 33:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa wathi: “Ndiya kukudlulisa konke ukulunga kwam phambi kobuso bakho,+ ndivakalise igama likaYehova phambi kwakho;+ ndikholiswe ngulowo ukholekileyo kum, ndimenzele inceba lowo ndiya kuba nenceba ngaye.”+
3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham,+ uIsake+ noYakobi+ njengoThixo uSomandla,+ kodwa andizazisanga kubo+ ngegama lam elinguYehova.+
19 Kodwa wathi: “Ndiya kukudlulisa konke ukulunga kwam phambi kobuso bakho,+ ndivakalise igama likaYehova phambi kwakho;+ ndikholiswe ngulowo ukholekileyo kum, ndimenzele inceba lowo ndiya kuba nenceba ngaye.”+