IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngelo xesha kwakukho ndoda ithile yaseTsora+ yentsapho yamaDan,+ kwaye igama layo yayinguManowa.+ Umfazi wayo wayeludlolo engazalanga mntwana.+

  • ABagwebi 13:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kamva umfazi wazala unyana waza wambiza ngokuba nguSamson igama+ lakhe; yakhula inkwenkwe leyo, uYehova wayisikelela.+

  • ABagwebi 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye waya kuwaxabela, efumba imilenze phezu kwamathanga ngokubulala ngogonyamelo, emva koko wehla waza wahlala kwimfanta yengxondorha yase-Etam.+

  • ABagwebi 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwaye waqhubeka egweba uSirayeli kwimihla yamaFilisti iminyaka engamashumi amabini.+

  • ABagwebi 16:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kwaye uSamson wathi: “Umphefumlo wam mawufe+ namaFilisti.” Ngoko wagoba ngamandla, yaye indlu yawela kwiinkosi ezimanyeneyo nakubo bonke abantu ababekuyo,+ kangangokuba abafileyo awababulalayo ekufeni kwakhe baba ngaphezu kwabo wayebabulele ngexesha lokudla kwakhe ubomi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share