IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 uze ulumkele ukuba ungamlibali+ uYehova, owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yamakhoboka.

  • Duteronomi 31:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Bafanele baphulaphule noonyana babo abangaziyo,+ bafunde ukumoyika uYehova uThixo wenu yonke imihla yokuphila kwenu kuwo umhlaba eniwela iYordan nisiya kuwudla ilifa.”+

  • ABagwebi 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kwaye kwanabagwebi babo abazange babaphulaphule, kodwa baba neentlobano zokuziphatha okubi+ nabanye oothixo+ baza baqubuda kubo. Baphambuka ngokukhawuleza kwindlela ookhokho babo ababehamba kuyo ngokuthobela imiyalelo kaYehova.+ Abazange benjenjalo.

  • 1 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ke wena, Solomon nyana wam, uze umazi+ uTHIXO kayihlo, umkhonze+ ngentliziyo epheleleyo+ nangomphefumlo onoyolo;+ kuba uYehova uyazigocagoca zonke iintliziyo,+ akuqonde konke ukutyekela kweengcamango.+ Ukuba uthe wamfuna, uya kumfumana;+ kodwa ukuba uthe wamshiya,+ uya kukulahla ngonaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share