1 Samuweli 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UNahashe umAmoni+ wenyuka waza wamisa inkampu nxamnye neYabheshe+ eGiliyadi. Onke ke amadoda aseYabheshe athi kuNahashe: “Yenza umnqophiso nathi ukuze sikukhonze.”+ 2 Samuweli 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.” 2 Samuweli 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+ 1 Kronike 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bakuva bonke abaseYabheshe+ eGiliyadi awakwenzayo amaFilisti kuSawule.+
11 UNahashe umAmoni+ wenyuka waza wamisa inkampu nxamnye neYabheshe+ eGiliyadi. Onke ke amadoda aseYabheshe athi kuNahashe: “Yenza umnqophiso nathi ukuze sikukhonze.”+
4 Andula ke eza amadoda akwaYuda+ aza amthambisa+ uDavide apho njengokumkani phezu kwendlu kaYuda.+ Amxelela uDavide, esithi: “Amadoda aseYabheshe-giliyadi ngawo awamngcwabayo uSawule.”
12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+