Genesis 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela. Yoshuwa 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+ Yoshuwa 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaloo ndlela babanika iKiriyati-arbha+ (kuthiwa uArbha nguyise ka-Anaki),+ oko kukuthi, iHebron,+ kummandla weentaba wakwaYuda,+ nedlelo layo macala onke; ABagwebi 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYuda wamatsha nxamnye namaKanan awayehlala eHebron+ (ngoko igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha),+ kwaye baxabela uSheshayi noAhiman noTalemayi.+
2 Wafa ke uSara eKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, eHebron,+ ezweni lakwaKanan,+ waza uAbraham waya kumenzela isijwili uSara, wamlilela.
13 Yaye uKalebhi+ unyana kaYefune wamnika isabelo phakathi koonyana bakaYuda ngokomyalelo kaYehova kuYoshuwa, esisesi, iKiriyati-arbha ([kuthiwa uArbha] nguyise ka-Anaki), oko kukuthi, iHebron.+
11 Ngaloo ndlela babanika iKiriyati-arbha+ (kuthiwa uArbha nguyise ka-Anaki),+ oko kukuthi, iHebron,+ kummandla weentaba wakwaYuda,+ nedlelo layo macala onke;
10 Ngoko uYuda wamatsha nxamnye namaKanan awayehlala eHebron+ (ngoko igama leHebron ngaphambi koko laliyiKiriyati-arbha),+ kwaye baxabela uSheshayi noAhiman noTalemayi.+