Duteronomi 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+ Nehemiya 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye ndahlabela mgama ndibaxelela ngesandla+ sikaThixo wam, indlela ebesilunge ngayo kum,+ kwanamazwi kakumkani+ awathethileyo kum. Baza bona bathi: “Masisukume, sakhe.” Ngoko izandla zabo bazomelezela umsebenzi olungileyo.+ Yobhi 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bendiya kunomeleza ngamazwi omlomo wam,+Yaye intuthuzelo yemilebe yam ibiya kuyinqanda—. IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+ IMizekeliso 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+ Luka 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.” IZenzo 15:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye uYudas noSilas, ekubeni nabo babekwangabaprofeti,+ babakhuthaza abazalwana ngokuthetha okuninzi baza babomeleza.+ Hebhere 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+
28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+
18 Kwaye ndahlabela mgama ndibaxelela ngesandla+ sikaThixo wam, indlela ebesilunge ngayo kum,+ kwanamazwi kakumkani+ awathethileyo kum. Baza bona bathi: “Masisukume, sakhe.” Ngoko izandla zabo bazomelezela umsebenzi olungileyo.+
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+
32 Kodwa ndiye ndenza isikhungo+ ngenxa yakho ukuze ungatyhafi elukholweni; yaye nawe, wakubuya, bomeleze+ abazalwana bakho.”
32 Yaye uYudas noSilas, ekubeni nabo babekwangabaprofeti,+ babakhuthaza abazalwana ngokuthetha okuninzi baza babomeleza.+
25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+