-
2 Samuweli 14:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi: “Isandla sikaYowabhi+ sinawe na kuko konke oku?”+ Wandula ke umfazi waphendula waza wathi: “Uphila nje umphefumlo wakho,+ nkosi yam kumkani, akukho mntu onokuya ngasekunene okanye aye ngasekhohlo kuko konke oko inkosi yam ukumkani ikuthethileyo; kuba ngumkhonzi wakho uYowabhi lo wandiyalelayo, yaye nguye lo wafaka onke la mazwi emlonyeni wesicakakazi sakho.+
-