IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+

  • 1 Samuweli 25:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ke kaloku. nkosi yam, ephila nje uYehova+ nomphefumlo wakho uphila nje,+ uYehova ukunqandile+ ungangeni etyaleni legazi+ nasekuzisindiseni ngesandla sakho.+ Neentshaba zakho ke nabo bafuna ukwenzakalisa inkosi yam mababe njengoNabhali.+

  • INdumiso 73:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ke mna, iinyawo zam beziphantse zathi gu bucala,+

      Ukunyathela kwam bekuphantse kwenziwa kwatyibilika.+

  • IMizekeliso 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Impendulo, xa inobulali, isusa umsindo,+ kodwa ilizwi elibangela intlungu linyusa umsindo.+

  • Yakobi 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 yazini ukuba lowo ubuyisa umoni kwisiphoso+ sakhe uwusindisile umphefumlo wakhe ekufeni,+ wagubungela inkitha yezono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share