IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 28:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 AmaFilisti aqokelelana ndawonye, eza aza amisa ikampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela ndawonye wonke uSirayeli waza wamisa inkampu eGilibhowa.+

  • 1 Samuweli 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ke kaloku amaFilisti ayesilwa noSirayeli,+ aza amadoda akwaSirayeli asaba phambi kwamaFilisti, yaye ayemana esiwa phantsi ebulewe+ eNtabeni yeGilbhowa.+

  • 2 Samuweli 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Umfana owayemxelela wathi: “Kwenzeke ngokungalindelekanga ukuba ndibe seNtabeni yeGilbhowa,+ yaye wayelapho uSawule ezixhase ngomkhonto wakhe;+ yaye, khangela! abaqhubi beenqwelo nabamahashe babemfumene.+

  • 2 Samuweli 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngoko uDavide wahamba waya kuwathabatha amathambo kaSawule+ namathambo kaYonatan unyana wakhe kubanini-mhlaba baseYabheshe-giliyadi,+ ababewabile kwindawo yembutho yaseBhete-shan,+ apho amaFilisti ayebaxhome+ khona mini amaFilisti amxabelayo uSawule eGilbhowa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share