ABagwebi 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim. ABagwebi 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe. ABagwebi 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni. ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo. 1 Samuweli 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko bahamba apho baya endulini, yaye wahlangatyezwa liqela labaprofeti; kwaoko umoya kaThixo wasebenza kuye,+ waza waqalisa ukuthetha njengomprofeti+ phakathi kwabo. 1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
10 Ngoku umoya+ kaYehova waba naye, kwaye waba ngumgwebi kaSirayeli. Xa waphumayo esiya edabini, uYehova wamnikela+ uKushan-rishatayim ukumkani waseSiriya esandleni sakhe saza isandla sakhe samongamela uKushan-rishatayim.
34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.
29 Ke kaloku umoya kaYehova wafika kuYifeta,+ waza wadlula eGiliyadi nakwaManase ukuze adlulele eMizpe yaseGiliyadi,+ yaye ukusuka eMizpe yaseGiliyadi wadlulela koonyana baka-Amoni.
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
10 Ngoko bahamba apho baya endulini, yaye wahlangatyezwa liqela labaprofeti; kwaoko umoya kaThixo wasebenza kuye,+ waza waqalisa ukuthetha njengomprofeti+ phakathi kwabo.
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+