-
1 Kumkani 2:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 “Uyabona kunye nawe kukho uShimeyi+ unyana kaGera umBhenjamin waseBhahurim,+ kwaye yayinguye owandiqalekisayo ngesiqalekiso esibuhlungu+ ngemini endandisiya eMahanayim;+ yayikwanguye nowehlayo waya kundihlangabeza eYordan,+ kangangokuba ndafunga kuye ngoYehova, ndisithi, ‘Andiyi kukubulala ngekrele.’+
-