IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 35:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “‘Ukuba umbethe ngesixhobo sentsimbi waza wafa, ungumbulali.+ Ufanele abulawe afe umbulali lowo.+

  • 2 Samuweli 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo.

  • 1 Kumkani 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Wena ngokwakho ukwazi kakuhle okwenziwa nguYowabhi kum unyana kaTseruya ngoko wakwenzayo+ kwiintloko ezimbini zomkhosi wakwaSirayeli, kuAbhinere+ unyana kaNere nakuAmasa+ unyana kaYetere,+ xa wababulalayo waza igazi+ lemfazwe walibeka kwixesha loxolo waza wabeka igazi lemfazwe ebhantini lakhe elalisesinqeni sakhe nakwiimbadada zakhe ezazisezinyaweni zakhe.

  • INdumiso 55:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+

      Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+

      Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share