IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+

  • 2 Samuweli 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo.

  • 2 Samuweli 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yena uAmasa, wayengalilumkelanga ikrele elalisesandleni sikaYowabhi; ngokokuze amhlabe+ ngalo esiswini, aza amathumbu akhe aphalala emhlabeni, yaye akuzange kufuneke nokuba enze kwakhona kuye. Waba ke uyafa. Waza uYowabhi noAbhishayi umntakwabo basukela uShebha unyana kaBhikeri.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share