IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaloo ndlela wabuya wayakha iBhetelehem+ ne-Etam+ neTekowa,+

  • 2 Kronike 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.”

  • Nehemiya 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ecaleni kwabo amaTekowa+ ayesenza umsebenzi wokulungisa; kodwa iingangamsha+ zawo azizange zifake sandla kwinkonzo yeenkosi zazo.

  • Amosi 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Amazwi ka-Amosi, owayephakathi kwabafuyi beegusha baseTekowa,+ awawabonayo ngokuphathelele uSirayeli+ ngemihla kaUziya+ ukumkani wakwaYuda nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli, iminyaka emibini phambi kwenyikima yomhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share