11 Wathi: “Le iya kuba yimfanelo eselungelweni+ likakumkani oya kulawula phezu kwenu: Oonyana benu uya kubathabatha+ aze ababeke njengabakhe ezinqwelweni zakhe+ naphakathi kwabakhweli-mahashe bakhe,+ yaye abanye kofuneka babaleke phambi kweenqwelo zakhe;+