1 Kumkani 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye wena, ukuba uya kuhamba+ phambi kwam, kanye njengoko uDavide+ uyihlo wahambayo, ngentliziyo egqibeleleyo+ nangokuthe tye+ ngokwenza ngokuvumelana nako konke endikuyalele kona,+ uyigcine imimiselo yam+ nezigwebo zam,+ 1 Kumkani 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi ngexesha lokuba mdala+ kukaSolomon abafazi bakhe bayenza intliziyo yakhe yatyekela+ ekulandeleni abanye oothixo;+ kwaye intliziyo yakhe ayizange iphelele+ kuYehova uThixo wakhe njengentliziyo kaDavide uyise. INdumiso 89:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ziphi na izenzo zakho zobubele bothando zangaphambili, Yehova,Owamfungela zona uDavide ngokuthembeka kwakho?+ INdumiso 132:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiya kulukhulisa apho uphondo lukaDavide.+Lowo uthanjisiweyo wam ndimmisele ngolungelelwano isibane.+ Isaya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+
4 Yaye wena, ukuba uya kuhamba+ phambi kwam, kanye njengoko uDavide+ uyihlo wahambayo, ngentliziyo egqibeleleyo+ nangokuthe tye+ ngokwenza ngokuvumelana nako konke endikuyalele kona,+ uyigcine imimiselo yam+ nezigwebo zam,+
4 Kwathi ngexesha lokuba mdala+ kukaSolomon abafazi bakhe bayenza intliziyo yakhe yatyekela+ ekulandeleni abanye oothixo;+ kwaye intliziyo yakhe ayizange iphelele+ kuYehova uThixo wakhe njengentliziyo kaDavide uyise.
49 Ziphi na izenzo zakho zobubele bothando zangaphambili, Yehova,Owamfungela zona uDavide ngokuthembeka kwakho?+
17 Ndiya kulukhulisa apho uphondo lukaDavide.+Lowo uthanjisiweyo wam ndimmisele ngolungelelwano isibane.+
7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+