IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+

  • Isaya 41:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+

  • Isaya 51:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share