2 Kumkani 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala. 2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ 2 Kumkani 17:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.
9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala.
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.