Yoshuwa 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+ 2 Kronike 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+ Isaya 38:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yabona, ndisibuyisela emva isithunzi sezinyuko esehlayo ngezinyuko zika-Ahazi ngelanga+ izinyuko ezilishumi.”’”+ Yaye ilanga labuya umva izinyuko ezilishumi kwizinyuko elalizihlile.+
12 Kwaba ngoko awathi uYoshuwa wathetha kuYehova ngemini uYehova awawanikela ngayo ama-Amori koonyana bakaSirayeli, kwaye wathi emehlweni kaSirayeli:“Langa,+ nqumama eGibheyon,+Nawe, nyanga, kwintili yaseAyalon.”+
31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+
8 Yabona, ndisibuyisela emva isithunzi sezinyuko esehlayo ngezinyuko zika-Ahazi ngelanga+ izinyuko ezilishumi.”’”+ Yaye ilanga labuya umva izinyuko ezilishumi kwizinyuko elalizihlile.+