2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. Yeremiya 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+ Yeremiya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+ Yeremiya 52:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko wabathabatha aba uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi waza wabakhapha wabasa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
5 Umkhosi wamajoni amaKhaledi wabasukela,+ waza wamfumana uZedekiya emathafeni ayinkqantosi aseYeriko.+ Wandula ke wamthabatha wamzisa kuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati+ ukuze avakalise izigwebo zakhe.+
10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+
26 Ngoko wabathabatha aba uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi waza wabakhapha wabasa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela.+