2 Kumkani 23:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye uFaro Neko+ wamfaka imixokelelwane+ eRibhela+ ezweni laseHamati, ukuze angalawuli eYerusalem, waza ilizwe walihlawulisa+ iitalente zesilivere ezilikhulu+ netalente yegolide.+ 2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. 2 Kumkani 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+ Yeremiya 52:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko wabathabatha aba uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi waza wabakhapha wabasa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela.+
33 Yaye uFaro Neko+ wamfaka imixokelelwane+ eRibhela+ ezweni laseHamati, ukuze angalawuli eYerusalem, waza ilizwe walihlawulisa+ iitalente zesilivere ezilikhulu+ netalente yegolide.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
21 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela+ wababulala eRibhela kwilizwe laseHamati.+ Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
26 Ngoko wabathabatha aba uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi waza wabakhapha wabasa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela.+