1 Kumkani 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wangena uZimri wamxabela,+ wambulala ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe ka-Asa ukumkani wakwaYuda, waza walawula esikhundleni sakhe. 2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ 2 Kumkani 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe. Isaya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+
10 Wangena uZimri wamxabela,+ wambulala ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe ka-Asa ukumkani wakwaYuda, waza walawula esikhundleni sakhe.
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+
10 Wandula uShalum unyana kaYabheshe wenza iyelenqe+ nxamnye naye waza wamxabela+ eIbleyam+ wambulala yaye walawula esikhundleni sakhe.
33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+