4 ukuze uYehova aliphumeze ilizwi lakhe awalithethayo ngam,+ esithi, ‘Ukuba oonyana bakho+ baya kuyinyamekela indlela yabo ngokuhamba+ enyanisweni+ phambi kwam ngayo yonke intliziyo yabo+ nangawo wonke umphefumlo wabo, akukho mntu wakho uya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni yakwaSirayeli.’+