Genesis 32:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+ 2 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+ 2 Samuweli 19:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+
2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+
8 Ke yena uAbhinere+ unyana kaNere intloko yomkhosi owawungokaSawule, wathabatha uIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, wamwezela eMahanayim,+
32 Ke uBharzilayi wayemdala kakhulu, njengoko wayenamashumi asibhozo eminyaka ubudala;+ yaye yena wambonelela ngokutya ukumkani ngoxa wayehlala eMahanayim,+ kuba wayengumntu omkhulu kakhulu.+