IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kodwa abantu bathi kuSawule: “Afe na uYonatan, owenze olu sindiso lukhulu+ kwaSirayeli? Makube lee oko!+ Ephila nje uYehova,+ akusayi kuwa nonwele olu lunye lwentloko+ yakhe emhlabeni; kuba ngale mini usebenzisene noThixo.”+ Baba ke abantu bayamkhulula+ uYonatan, akafa.

  • 1 Samuweli 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+

  • 2 Samuweli 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,

      Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+

      Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+

      Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share